Mhlobo wam
Mhlobo wam!
Mhlobo wam!
Pheto yam !
Tshomi yam!
Mazi wemfihlelo zam!
Mcebisi wobomi bam!
Tshomi yam ndikuthanda ngenene.
Tshomi yam ndizinyanda igila ngawe.
Tshomi yam ndaakwenza usisi wam.
Tshomi yam ndakunika intliziyo yam.
Wayigocagoca macala onke.
Wandazi ukusuka nokuhlala.
Mngani wam sekwenze njani ngoku?
Ubungu mgani wam izolo oku,
Kodwa namhla ulutshaba lwam.
Kodwa namhla uma ngam emilanjeni.
Kodwa namhla ucela ubuhlobo ngam.
Kodwa mamhla ucela iti ngegama lam.
Kodwa namhla ucela uthandwa ngam.
Kodwa ndandingenwe yintoni ukuvulela isifuba wena?
Kodwa ungenwe yintoni loo amamela wena?
Kodwa ukuthemba njani yena?
Ewe kaloku ndilahle udade wam,
Ndathemba wena mgani wam.
Andizisoli ngawe konke konke.
Koko undivuse emaqandeni wenyoka.
Namhla ndiyalivuma elithi
Umntu yinkosi ukuzazi.
Bekutheni ndaziwa nguwe?
Ibiluthando na okanye iniyintembeko ngxebe ubuyatha .
Ndisakuthanda mhlobo wam.
Ndikuxolele ungalucelanga .
Ndiyabulela ngothando lwakho.
Namhlanje ndixakwe nokuphuma phandle kuba imfihlo zam zithe bhazalala okwentengiso yokutya.
Owu hay’ intliziyo yomhlobo inzulu!
Ngokubhalwa nguYondela Ngqokelela
About this poem
This poems is about how friends can betray us.
Font size:
Submitted by yondelangqokelela on October 17, 2022
Modified on March 05, 2023
- 57 sec read
- 1 View
Quick analysis:
Scheme | AAAAA BCAADE DDABAAABBB AADDFXCF ADXXE E |
---|---|
Closest metre | Iambic hexameter |
Characters | 1,131 |
Words | 190 |
Stanzas | 6 |
Stanza Lengths | 5, 6, 10, 8, 5, 1 |
Translation
Find a translation for this poem in other languages:
Select another language:
- - Select -
- 简体中文 (Chinese - Simplified)
- 繁體中文 (Chinese - Traditional)
- Español (Spanish)
- Esperanto (Esperanto)
- 日本語 (Japanese)
- Português (Portuguese)
- Deutsch (German)
- العربية (Arabic)
- Français (French)
- Русский (Russian)
- ಕನ್ನಡ (Kannada)
- 한국어 (Korean)
- עברית (Hebrew)
- Gaeilge (Irish)
- Українська (Ukrainian)
- اردو (Urdu)
- Magyar (Hungarian)
- मानक हिन्दी (Hindi)
- Indonesia (Indonesian)
- Italiano (Italian)
- தமிழ் (Tamil)
- Türkçe (Turkish)
- తెలుగు (Telugu)
- ภาษาไทย (Thai)
- Tiếng Việt (Vietnamese)
- Čeština (Czech)
- Polski (Polish)
- Bahasa Indonesia (Indonesian)
- Românește (Romanian)
- Nederlands (Dutch)
- Ελληνικά (Greek)
- Latinum (Latin)
- Svenska (Swedish)
- Dansk (Danish)
- Suomi (Finnish)
- فارسی (Persian)
- ייִדיש (Yiddish)
- հայերեն (Armenian)
- Norsk (Norwegian)
- English (English)
Citation
Use the citation below to add this poem to your bibliography:
Style:MLAChicagoAPA
"Mhlobo wam" Poetry.com. STANDS4 LLC, 2024. Web. 1 Jun 2024. <https://www.poetry.com/poem/143207/mhlobo-wam>.
Discuss the poem Mhlobo wam with the community...
Report Comment
We're doing our best to make sure our content is useful, accurate and safe.
If by any chance you spot an inappropriate comment while navigating through our website please use this form to let us know, and we'll take care of it shortly.
Attachment
You need to be logged in to favorite.
Log In